Oxford ukhanyo CAPS : Gr 3: Reader
Home language
Takealot · checked 21 days ago
- Average
- R 239.00
- Lowest seen
- R 239.00
- Highest seen
- R 239.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 24 Sep 2026
- Retailer
- Takealot
Description
IOxford Ukhanyo yincwadi yoLwimi IwaseKhanya egqibeleleyo elungele iklasi yesiXhosa. Inazo zonke iikhomponenti ozifunayo ukugcina abafundi bakho besemdleni unyaka wonke. Ibonelela zonke iindidi zabafundi eklasini.
IOxford Ukhanyo yincwadi yoLwimi IwaseKhanya egqibeleleyo elungele iklasi yesiXhosa. Inazo zonke iikhomponenti ozifunayo ukugcina abafundi bakho besemdleni unyaka wonke. Ibonelela zonke iindidi zabafundi eklasini. Ukhanyo lubonelela abafundi nootitshala ngomxholo ophuhlisa izakhono ezahlukeneyo nemisebenzi enika abafundi ithuba lokuziqhelanisa nemiba yolwimi. IsiKhokelo sikaTitshala esisebenziseka lula sinezifundo nemisebenzi yokuhlola eqinisekisa ukuba umsebenzi ugqitywa ngexesha elifanelekileyo. Ngokwenkcubeko ityebile kwaye kulula ukuyisebenzisa. Ukubhalwa kwayo ngokweemfuno zeCAPS kuyenza ibe yeyona ikhethwayo ngootitshala boLwimi IwaseKhaya.
Similar products

Loot
Oxford ukhanyo CAPS: Gr 3: Learner's book

Loot
Oxford ukhanyo CAPS: Gr 3: Teacher's guide
−12%Takealot
Oxford Ukhanyo CAPS: Oxford ukhanyo CAPS: Gr 7 Gr 7

Loot
Oxford ukhanyo CAPS: Gr 1: Teacher's guide

Loot
Oxford ukhanyo CAPS: Gr 2: Teacher's guide

Loot
Oxford ukhanyo CAPS: Gr 12: Teacher's book

Loot
Oxford ukhanyo CAPS

Loot
Oxford ukhanyo CAPS

Loot
Oxford ukhanyo CAPS

Loot
Oxford ukhanyo CAPS

Loot
Oxford ukhanyo CAPS

Takealot