
Phantsi kwentab' etafile
Phantsi kwentab' etafile (Xhosa, Paperback)
R 194.00
Loot ยท checked Today
- Average
- R 194.00
- Lowest seen
- R 194.00
- Highest seen
- R 194.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 07 Sep 2026
- Vendor
- Loot
Le yincwadi yesihobe yababhali abaphalaza izimvo zabo malunga neziganeko zenguqu kwezopolitko nentlalo jikelele ukususela kowe-1990 ukuya kowe-1994. Elo ke ibilixesha leenguqulelo eMzantsi Afrika ezinjengezi: udushe, ukubuya kwababebhacile, ukukhululwa kwamabanjwa ezopolitiko, kwanengxoxo ezandulela inkululeko nokufa kocalucalulo. This is a poetry anthology written by different poets. The themes include transformation from 1990 to 1994, nature, heroes and life in general.