
uShudu u Fumanisa ukuba UnoMlingo
uShudu u Fumanisa ukuba UnoMlingo (Xhosa, Paperback)
R 148.00
Loot ยท checked 26 Sep 2026
- Average
- R 49.00
- Lowest seen
- R 20.00
- Highest seen
- R 148.00
- Last change
- R 99.00
- First indexed
- 29 Jul 2022
- Retailer
- Loot
Description
Kule ncwadi entle kangakanana nenika inkuthazo, uMiss South Africa, uShudufhadzo Musida, ubalisa ngebali lakhe lobuntwana; eyintombazana ethanda ukucula, ukudanisa nelincoko, ekhulele kwilali eyaziwa ngokuba yiHa-Vhangani, egcwele uthando, ingakumbi elikamama wakhe noGogo Gugu.
Kodwa izinto zange zimhambele kakuhle uShudu ngelixa ethuthela kwidolophu entsha, apho afika agezelwe ngabanye afunda nabo, bemenza isigculelo sabo.
Funda ngendlela uShudu ajongana nazo ngayo iintsizi zakhe nemingeni adibana nayo, aze abe yintombazana, nenina eliqolileyo elifunde kabanzi ngokuzithanda!