
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-7: Kwamakhulu: Level 3: Book 7: Grade 1
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-7: Kwamakhulu: Level 3: Book 7: Grade 1 (Xhosa, Paperback)
R 47.00
Loot · checked 2 days ago
- Average
- R 47.00
- Lowest seen
- R 47.00
- Highest seen
- R 47.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 26 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Similar products

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi yomsebenzi: Level 3: Grade 1: Workbook
R 90.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-7: Iwulu kamakhulu: Level 2: Book 7: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda ye-12: Bazenzele irobhothi: Level 3: Book 12: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-3: Umhla wokuzalwa kukaLulu noKabelo: Level 2: Book 3: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda ye-9: Banceda uNinja: Level 3: Book 9: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-3: UNina uyagula: Level 1: Book 3: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-4 Incwadi Yokufunda yesi-3: Ulwazi ngeenyosi: Level 4: Book 3: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-8: Inja ehluphayo: Level 3: Book 8: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-2: Umdlalo wesigcawu: Level 3: Book 2: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda ye-14: Imbotyi: Level 3: Book 14: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yesi-3: Kumnandi ukuloba: Level 1: Book 3: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-7: Ndingakwazi!: Level 1: Book 7: Grade 1: Learner's Book
R 47.00