Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-6 Incwadi Yokufunda yesi-2: Utyelelo eakhwariyam: Level 6: Book 2: Grade 2

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-6 Incwadi Yokufunda yesi-2: Utyelelo eakhwariyam: Level 6: Book 2: Grade 2

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-6 Incwadi Yokufunda yesi-2: Utyelelo eakhwariyam: Level 6: Book 2: Grade 2 (Xhosa, Paperback)

R 65.00

Loot · checked Today

View at Loot

2 offers · 2 retailers

Save R 1.00 at Takealot

Takealot sells it for R 64.00. Compare every offer

Average
R 65.00
Lowest seen
R 65.00
Highest seen
R 65.00
Last change
R 0.00
First indexed
25 Sep 2026
Retailer
Loot

Each price is from PriceFind's last check of that retailer. Follow the link for the live price.

Description

Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula.

Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.

Similar products