
Intlungu kamaMkhwemte Grade 8 Novel and Study Notes (IsiXhosa Home Language)
Intlungu kamaMkhwemte Grade 8 Novel and Study Notes (IsiXhosa Home Language) (Xhosa, Paperback)
R 155.00
Loot · checked Today
- Average
- R 155.00
- Lowest seen
- R 155.00
- Highest seen
- R 155.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 26 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
"UMaMkhwemte ngunontlalo-ntle ohlonitshiweyo ekuhlaleni ngenxa yemisebenzi yakhe. Unxulumano analo nabantu belali yakhe luyancomeka. Kodwa ke, njengaye nawuphina umzali, ugagana namahla-ndinyuka okukhulisa abantwana. UMaMkhwemte uzikhulisela oonyana abathathu kwakunye nentombi yomninawa yomyeni wakhe. Aba bantwana bakhe bangquzulana nezinto ezingumceli-mngeni ebomini babo. Ingaba uMaMkhwemte uyamelana nezi ngxaki? Umfundi uza kushiyeka ethabathekile kwaye eshiyeka nomfanekisongqondweni yentlalo ephilwa ngabantu abakweli bali."