Intlungu kamaMkhwemte : Ibanga 8 : Inoveli namanqakwana

Intlungu kamaMkhwemte : Ibanga 8 : Inoveli namanqakwana

Inoveli namanqakwana

R 149.00

Takealot · checked 20 days ago

View at Takealot

2 offers · 2 retailers

Best price PriceFind tracks

No other tracked retailer beats this price. Compare every offer

Average
R 149.00
Lowest seen
R 149.00
Highest seen
R 149.00
Last change
R 0.00
First indexed
24 Sep 2026
Retailer
Takealot

Each price is from PriceFind's last check of that retailer. Follow the link for the live price.

Description

"UMaMkhwemte ngunontlalo-ntle ohlonitshiweyo ekuhlaleni ngenxa yemisebenzi yakhe. Unxulumano analo nabantu belali yakhe luyancomeka. Kodwa ke, njengaye nawuphina umzali, ugagana namahla-ndinyuka okukhulisa abantwana.

UMaMkhwemte uzikhulisela oonyana abathathu kwakunye nentombi yomninawa yomyeni wakhe. Aba bantwana bakhe bangquzulana nezinto ezingumceli-mngeni ebomini babo. Ingaba uMaMkhwemte uyamelana nezi ngxaki?

Umfundi uza kushiyeka ethabathekile kwaye eshiyeka nomfanekisongqondweni yentlalo ephilwa ngabantu abakweli bali."