
Ukufunda Kulula Ibanga 4 Umgangatho 3: IsiGcawu esinguKumkani
Ukufunda Kulula Ibanga 4 Umgangatho 3: IsiGcawu esinguKumkani (Xhosa, Paperback)
R 109.00
Loot · checked 29 Sep 2026
2 offers · 2 retailers
Best price PriceFind tracks
No other tracked retailer beats this price. Compare every offer
- Average
- R 109.00
- Lowest seen
- R 109.00
- Highest seen
- R 109.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 25 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
Eli bali lingesigcawu esazinyulayo ngokwaso ukuba siza kuba yiKumkani yazo zonke izinambuzane nezilwanyana ezirhubuluzayo. NjengeKumkani, sinyanzelisa ukuba izilwanyana zisakhele ikhusi laso, nazo ziyavuma kanti ziyazi ukuba azizi kuyenza loo nto. Kuna imvula enkulu kunene, inyanga yonke, isigcawu siba lilifa lale mvulakazi singenakhusi lakuzimela elixa ezinye izilwanyana zizifihle kamnandi kumakhusi azo ezizakhele wona. Isigcawu siyacaphuka kakhulu sakhe uphinye phinye waso sibambise izinambuzane ezo, sizitye zonke. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.