Reading is Easy: IsiGcawu esinguKumkani : Grade 4

Reading is Easy: IsiGcawu esinguKumkani : Grade 4

Iindlela zenkqubo yendalo

R 109.00

Takealot · checked 11 days ago

View at Takealot

2 offers · 2 retailers

Best price PriceFind tracks

No other tracked retailer beats this price. Compare every offer

Average
R 109.00
Lowest seen
R 109.00
Highest seen
R 109.00
Last change
R 0.00
First indexed
30 Sep 2026
Retailer
Takealot

Each price is from PriceFind's last check of that retailer. Follow the link for the live price.

Description

Eli bali lingesigcawu esazinyulayo ngokwaso ukuba siza kuba yiKumkani yazo zonke izinambuzane nezilwanyana ezirhubuluzayo. NjengeKumkani, sinyanzelisa ukuba izilwanyana zisakhele ikhusi laso, nazo ziyavuma kanti ziyazi ukuba azizi kuyenza loo nto.
Eli bali lingesigcawu esazinyulayo ngokwaso ukuba siza kuba yiKumkani yazo zonke izinambuzane nezilwanyana ezirhubuluzayo. NjengeKumkani, sinyanzelisa ukuba izilwanyana zisakhele ikhusi laso, nazo ziyavuma kanti ziyazi ukuba azizi kuyenza loo nto. Kuna imvula enkulu kunene, inyanga yonke, isigcawu siba lilifa lale mvulakazi singenakhusi lakuzimela elixa ezinye izilwanyana zizifihle kamnandi kumakhusi azo ezizakhele wona. Isigcawu siyacaphuka kakhulu sakhe uphinye phinye waso sibambise izinambuzane ezo, sizitye zonke. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products