Reading is Easy: Iintonga zeqakamba!: Grade 4
Reading is Easy: Iintonga zeqakamba!: Grade 4 (Xhosa, Paperback)
R 109.00
Loot · checked 15 days ago
- Average
- R 109.00
- Lowest seen
- R 109.00
- Highest seen
- R 109.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 25 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
Libali elingomdlalo weqakamba nesikolo saseThembani. U-Andile ubonakala enomdla kakhulu ngalo mdlalo uzayo. Ude abhidane notitshalakazi wakhe ngenxa yebhola yeqakamba. Sadlala isikolo sakhe saphumelela sibetha esaseThembani. Impumelelo yeqela lika-Andile kwiqakamba ikhokelela ukuba babe senyhwebeni yokuya kudlala eNewlands, eKapa.
Linkqenkqeza phambili nalapho eli qela lika-Andile ngokukhuthazwa kodwa ngutitshala wabo nokwangumqeqeshi walo. Babonakalisa ubuqhawe obukhulu kulo mdlalo. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.
Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products

Loot
Reading is Easy: Paaltjie spat: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Ukuphanga inqwelo ehambayo: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Umhlobo wembalelwano kaLulama: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Imisebenzi kwezemidlalo: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Umvuzo kaBonga: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: UMpumi ulahlekile: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Ihashe legolide: Grade 6
R 130.00

Loot
Reading is Easy: Ukoyisa emdlalweni webhola: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Zombies in die mall: Grade 6
R 114.00
Takealot
NIRV, Economy Bible, Paperback: Easy to Read. Easy to Share.
4.4(5)R 99.00R 155.76