Reading is Easy: Iintonga zeqakamba! : Grade 4

Reading is Easy: Iintonga zeqakamba! : Grade 4

Iintonga zeqakamba

R 109.00

Takealot · checked 4 days ago

View at Takealot

2 offers · 2 retailers

Best price PriceFind tracks

No other tracked retailer beats this price. Compare every offer

Average
R 109.00
Lowest seen
R 109.00
Highest seen
R 109.00
Last change
R 0.00
First indexed
29 Sep 2026
Retailer
Takealot

Each price is from PriceFind's last check of that retailer. Follow the link for the live price.

Description

Libali elingomdlalo weqakamba nesikolo saseThembani. U-Andile ubonakala enomdla kakhulu ngalo mdlalo uzayo. Ude abhidane notitshalakazi wakhe ngenxa yebhola yeqakamba. Sadlala isikolo sakhe saphumelela sibetha esaseThembani. Libali elingomdlalo weqakamba nesikolo saseThembani. U-Andile ubonakala enomdla kakhulu ngalo mdlalo uzayo. Ude abhidane notitshalakazi wakhe ngenxa yebhola yeqakamba. Sadlala isikolo sakhe saphumelela sibetha esaseThembani. Impumelelo yeqela lika-Andile kwiqakamba ikhokelela ukuba babe senyhwebeni yokuya kudlala eNewlands, eKapa.

Linkqenkqeza phambili nalapho eli qela lika-Andile ngokukhuthazwa kodwa ngutitshala wabo nokwangumqeqeshi walo. Babonakalisa ubuqhawe obukhulu kulo mdlalo. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.

Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products