Reading is Easy: Iiglasi ezilahlekileyo: Grade 4

Reading is Easy: Iiglasi ezilahlekileyo: Grade 4

Reading is Easy: Iiglasi ezilahlekileyo: Grade 4 (Xhosa, Paperback)

R 109.00

Loot · checked 2 days ago

View at Loot
Average
R 109.00
Lowest seen
R 109.00
Highest seen
R 112.00
Last change
-R 3.00
First indexed
06 Jun 2025
Retailer
Loot

Description

UNkosikazi Khumalo ogugileyo ongasaboni kakuhle ngamehlo ulahlekelwe ziiglasi zakhe zokujonga. Kuthe kanti uzifake kwingxowa ayinike unyana wommelwane uSolomoni, uyazifumana ngokuthi uSolomoni azibuyise esaxekiwe ukuba uza kuqala ngaphi kuba akakwazi kubona ngaphandle kwazo. Ubulela uSolomoni ngobubele obungaka.

Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.

Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products