
Reading is Easy: Ihashe legolide: Grade 6
Reading is Easy: Ihashe legolide: Grade 6 (Xhosa, Paperback)
R 130.00
Loot · checked 15 days ago
- Average
- R 130.00
- Lowest seen
- R 130.00
- Highest seen
- R 130.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 25 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
Apha kule ncwadi sibaliselwa ngamantombazana amathathu, angabahlobo, ababini kubo baphuma kumakhaya ahluphekayo. UMandisi noLelethu banqwenela ukukwazi ukukhwela amahashe elixa umhlobokazi wabo uJini yena engakuthandi kukhwela hashe nangona amahashe emaninzi kwikhaya lakhe, kukho nesikolo sokufundisela abantu ukukhwela amahashe. ULelethu ungenela ukhuphiswano lwamahashe afumane ithuba lokubolekwa ihashe alithandayo. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
Similar products

Loot
Reading is Easy: Zombies in die mall: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Umvuzo kaBonga: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Paaltjie spat: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Umhlobo wembalelwano kaLulama: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5
R 104.00
Takealot
NIRV, Economy Bible, Paperback: Easy to Read. Easy to Share.
4.4(5)R 99.00R 155.76

Takealot
Reading is Easy: Go kgona : Grade 6
R 129.00

Takealot
Reading is Easy: Go go tlhologelelwa : Grade 6
R 129.00

Takealot
Reading is Easy: Pitse ya gauta : Grade 6
R 129.00

Takealot
Reading is Easy: Thekisi go ya Johannesburg : Grade 6
R 129.00
Takealot
Learn to Read Phonic Activity Workbook: Teach Your Child to Read with our Easy Lessons, Words and Phonics Activity Workbook for Beginning Readers Ages
3.5(22)R 195.00