
Reading is Easy: UMpumi ulahlekile: Grade 5
Reading is Easy: UMpumi ulahlekile: Grade 5 (Xhosa, Paperback)
R 119.00
Loot · checked 15 days ago
- Average
- R 119.00
- Lowest seen
- R 119.00
- Highest seen
- R 119.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 25 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
UMpumi akonwabanga tu kokwabo de wazibhakaxa kwimikhuba emibi yobusela nokuduka ekhaya. Mnye qha owaziyo ngoku, ngumhlobo wakhe uThemba oyaleziweyo ngqongqo ukuba abethe ngoyaba. Bazibandakanya nasekungcakazeni ngemali ukuze bafumane imali eninzi. Uyaduka kanti ulala kubhazabhaza weevenkile abhaqwe ngunogada, akhangelwe afunyanwe abuyele kokwabo nasesikolweni. Bayazisola abazali ngoku. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
Similar products

Loot
Reading is Easy: Umvuzo kaBonga: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Ihashe legolide: Grade 6
R 130.00

Loot
Reading is Easy: Paaltjie spat: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Umhlobo wembalelwano kaLulama: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Zombies in die mall: Grade 6
R 114.00
Takealot
NIRV, Economy Bible, Paperback: Easy to Read. Easy to Share.
4.4(5)R 99.00R 155.76

Takealot
Reading is Easy: Fluister : Grade 5
R 99.00

Takealot
Reading is Easy: Slangbyt : Grade 5
R 99.00

Takealot
Reading is Easy: Bertie Bewerasie : Grade 5
R 99.00

Takealot
Reading is Easy: Nie alleen nie : Grade 5
R 99.00