
Reading is Easy: Umvuzo kaBonga: Grade 5
Reading is Easy: Umvuzo kaBonga: Grade 5 (Xhosa, Paperback)
R 119.00
Loot ยท checked 16 days ago
- Average
- R 119.00
- Lowest seen
- R 119.00
- Highest seen
- R 119.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 25 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
Libali elingoBonga onehashe elikrele-krele kunene elinguJoki. UBonga ukhathazekile kuba ihashe lakhe liza kuthengiswa. Encediswa nguTembi, umhlobo wakhe, bazama indlela yokusindisa ihashe lakhe ekuthengisweni. Bazingenisa kwinkxamleko yokuncedisa amapolisa ukuphanda ngabantu abaloba iikolofishi ngokungekho mthethweni. Kaloku bancwase ukufumana umvuzo oza kunikwa abo bancedise amapolisa ekubambeni aba baphuli-mthetho baselwandle. Bamxelela nomhloli ophambili weekolofishi ngoku kodwa zange abahoye kuba naye uyinxalenye yolu lwaphulo-mthetho. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
Similar products

Loot
Reading is Easy: Fluister: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Slangbyt: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Die broodwinner: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Tekkel hom!: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Mpumi raak weg: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Nie alleen nie: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Hoe Koro Xaan, die leeu, oorwin: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Da en die koningin van die watermeisies: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Paaltjie spat: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Umhlobo wembalelwano kaLulama: Grade 4
R 109.00