Reading is Easy: Iiglasi ezilahlekileyo : Grade 4
Liglasi ezilahlekileyo
R 109.00
Takealot · checked Yesterday
2 offers · 2 retailers
Best price PriceFind tracks
No other tracked retailer beats this price. Compare every offer
- Average
- R 109.00
- Lowest seen
- R 109.00
- Highest seen
- R 109.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 30 Sep 2026
- Retailer
- Takealot
Description
UNkosikazi Khumalo ogugileyo ongasaboni kakuhle ngamehlo ulahlekelwe ziiglasi zakhe zokujonga. Kuthe kanti uzifake kwingxowa ayinike unyana wommelwane uSolomoni, uyazifumana ngokuthi uSolomoni azibuyise esaxekiwe ukuba uza kuqala ngaphi kuba akakwazi kubona ngaphandle kwazo.
UNkosikazi Khumalo ogugileyo ongasaboni kakuhle ngamehlo ulahlekelwe ziiglasi zakhe zokujonga. Kuthe kanti uzifake kwingxowa ayinike unyana wommelwane uSolomoni, uyazifumana ngokuthi uSolomoni azibuyise esaxekiwe ukuba uza kuqala ngaphi kuba akakwazi kubona ngaphandle kwazo. Ubulela uSolomoni ngobubele obungaka.
Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.
Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products

Loot
Reading is Easy: Drie lewenslesse: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Iintonga zeqakamba!: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Inqanawa yomoya: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Die kuikendiewe: Grade 4 - 6
R 171.00

Loot
Reading is Easy: Ukuphanga inqwelo ehambayo: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 4 - 6
R 166.00

Loot
Reading is Easy: Die dertiende uur: Grade 4 - 6
R 166.00

Loot
Reading is Easy: Patrone in die natuur: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Teddies kan nie toor nie: Grade 4 - 6
R 226.00

Loot
Reading is Easy: Sefofane se se nang le balunu: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Water: Die natuur se vloeibare wonderwerk: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Plesierperd: Grade 6
R 114.00