Reading is Easy: Ukuphanga inqwelo ehambayo: Grade 4

Reading is Easy: Ukuphanga inqwelo ehambayo: Grade 4

Reading is Easy: Ukuphanga inqwelo ehambayo: Grade 4 (Xhosa, Paperback)

R 109.00

Loot · checked 15 days ago

View at Loot
Average
R 79.00
Lowest seen
R 66.00
Highest seen
R 109.00
Last change
R 30.00
First indexed
06 Aug 2020
Retailer
Loot

Description

Libali elingoGqirha Williyemu owalaliswa ubuthongo obukhulu sisithunzela somntwana esingu-Anitha esafundisa unyana wakhe uZuko ukuqhuba inqwelo-ntaka. Babekunye nomhlobo kaZuko, uLitha. Isithunzela somntwana sasithanda kakhulu ukudlala ichess, sanyanzelisa uWalter ukuba adlale naso kuloo nqwelontaka, ngethamsanqa esaphumelela sehla singabhungisanga kwinqwelo-ntaka. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products