
Reading is Easy: Umhlobo wembalelwano kaLulama: Grade 4
Reading is Easy: Umhlobo wembalelwano kaLulama: Grade 4 (Xhosa, Paperback)
R 109.00
Loot · checked 2 days ago
- Average
- R 109.00
- Lowest seen
- R 109.00
- Highest seen
- R 109.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 24 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
Libali elingobuhlobo bembalelwano phakathi kukaLulama oseMzantsi Afrika noBen ophesheya kolwandle. Bobabini bathumelelana iifoto zabo ukuqinisa ubuhlobo babo bembalelwano. Baphetha bengabahlobo benene nangona bengazange babonana ngamehlo enyama bahlulwe ziilwandlekazi. Nabazali babo bakuthakazelela kakhulu oku kwenzekayo. Babalisena ngokwenzeka kumazwe abo kwiimbalelwano zabo. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
Similar products

Loot
Reading is Easy: Paaltjie spat: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Die lugkar: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Fluister: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Slangbyt: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Die broodwinner: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Tekkel hom!: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Nie alleen nie: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Mpumi raak weg: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Zombies in die mall: Grade 6
R 114.00
Takealot
NIRV, Economy Bible, Paperback: Easy to Read. Easy to Share.
4.4(5)R 99.00R 155.76