
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yoku-1: Isothuso sikaNeo: Level 1: Book 1: Grade R - 1: Learner's Book
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yoku-1: Isothuso sikaNeo: Level 1: Book 1: Grade R - 1: Learner's Book (Xhosa, Paperback)
R 37.00
Loot · checked 28 Sep 2026
- Average
- R 37.00
- Lowest seen
- R 29.00
- Highest seen
- R 38.00
- Last change
- -R 1.00
- First indexed
- 20 Dec 2023
- Retailer
- Loot
Description
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Similar products

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yesi-2: Umbhiyozo: Level 1: Book 2: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yesi-3: Kumnandi ukuloba: Level 1: Book 3: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yoku-1: Indlela eya esikolweni: Level 5: Book 1: Grade 2
R 65.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi yomsebenzi: Level 1: Grade 1: Workbook
R 90.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Enkulu ye-14: Masiye epakini!: Level 1: Big Book 14: Grade 1
R 184.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-5: Ireyisisi: Level 2: Book 5: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-7: Kwamakhulu: Level 3: Book 7: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda ye-9: Ezingaka!: Level 2: Book 9: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda ye-15: Ukhuseleko: Level 2: Book 15: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda ye-16: Imbaleki: Level 3: Book 16: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda ye-10: Ukukhempa: Level 3: Book 10: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda ye-14: Imbotyi: Level 3: Book 14: Grade 1
R 47.00