
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-4: Ihempe kaKabelo: Level 2: Book 4: Grade 1
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-4: Ihempe kaKabelo: Level 2: Book 4: Grade 1 (Xhosa, Paperback)
R 47.00
Loot · checked 3 days ago
- Average
- R 47.00
- Lowest seen
- R 47.00
- Highest seen
- R 47.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 26 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Similar products

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-8: Baxakekiswe ngumculo!: Level 2: Book 8: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-6 Incwadi Yokufunda yesi-2: Utyelelo eakhwariyam: Level 6: Book 2: Grade 2
R 65.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda ye-15: Ukhuseleko: Level 2: Book 15: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-2: Inkawu egezayo: Level 2: Book 2: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-4 Incwadi Yokufunda yesi-5: Intetho kaNina: Level 4: Book 5: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda ye-12: Amachaphaza emvula: Level 2: Book 12: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-6: Iqela eliqinisekileyo: Level 2: Book 6: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-4 Incwadi Yokufunda yesi-3: Ulwazi ngeenyosi: Level 4: Book 3: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-4 Incwadi Yokufunda ye-15: Unozinti: Level 4: Book 15: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-2: Uyawabetha amagubu: Level 5: Book 2: Grade 2
R 65.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-5: Ireyisisi: Level 2: Book 5: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-2: Umdlalo wesigcawu: Level 3: Book 2: Grade 1
R 47.00