Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Enkulu ye-15: Umdlalo weemoto: Level 3: Big Book 15: Grade 1

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Enkulu ye-15: Umdlalo weemoto: Level 3: Big Book 15: Grade 1

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Enkulu ye-15: Umdlalo weemoto: Level 3: Big Book 15: Grade 1 (Xhosa, Paperback)

R 184.00

Loot · checked 29 Sep 2026

View at Loot
Average
R 184.00
Lowest seen
R 184.00
Highest seen
R 184.00
Last change
R 0.00
First indexed
29 Sep 2026
Retailer
Loot

Description

Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.

Similar products