
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-4: Ulahlekile uNewton: Level 3: Book 4: Grade 1
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-4: Ulahlekile uNewton: Level 3: Book 4: Grade 1 (Xhosa, Paperback)
R 47.00
Loot · checked Today
- Average
- R 47.00
- Lowest seen
- R 37.00
- Highest seen
- R 48.00
- Last change
- -R 1.00
- First indexed
- 20 Dec 2023
- Vendor
- Loot
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-6 Incwadi Yokufunda yesi-3: Umncedisi kamama wegugu: Level 6: Book 3: Grade 2
R 65.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yoku-1: Isothuso sikaNeo: Level 1: Book 1: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Takealot
Vuma IsiZulu Home Language Izinga lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-2: Washo umsindo wezigubhu : Level 5: Book 2 : Grade 2
R 48.00