
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yesi-4: Uloyiko ebumnyameni: Level 1: Book 4: Grade R - 1: Learner's Book
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yesi-4: Uloyiko ebumnyameni: Level 1: Book 4: Grade R - 1: Learner's Book (Xhosa, Paperback)
R 37.00
Loot · checked 5 days ago
- Average
- R 37.00
- Lowest seen
- R 29.00
- Highest seen
- R 38.00
- Last change
- -R 1.00
- First indexed
- 20 Dec 2023
- Retailer
- Loot
Description
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Similar products

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-4 Incwadi Yokufunda yesi-3: Ulwazi ngeenyosi: Level 4: Book 3: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yesi-7: Iwulu kamakhulu: Level 2: Book 7: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-5: Sonwaba ngengoma: Level 3: Book 5: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-6: Ibhokhwe enentiyo: Level 3: Book 6: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda ye-14: Imbotyi: Level 3: Book 14: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-2: Uyawabetha amagubu: Level 5: Book 2: Grade 2
R 65.00