
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yoku-1: ULulu uze nodumo: Level 1: Book 1: Grade 1: Learner's Book
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yoku-1: ULulu uze nodumo: Level 1: Book 1: Grade 1: Learner's Book (Xhosa, Paperback)
R 47.00
Loot · checked Today
- Average
- R 37.00
- Lowest seen
- R 33.00
- Highest seen
- R 47.00
- Last change
- R 10.00
- First indexed
- 30 Jul 2022
- Retailer
- Loot
Description
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Similar products

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yoku-1: Isothuso sikaNeo: Level 1: Book 1: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yoku-1: UNewton uyatotaba: Level 2: Book 1: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yesi-4: Uloyiko ebumnyameni: Level 1: Book 4: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-4: Ulahlekile uNewton: Level 3: Book 4: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda ye-10: Siyancedisa ekhaya: Level 2: Book 10: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda ye-11: Amabhaso okutya okunempilo: Level 2: Book 11: Grade 1
R 47.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-6 Incwadi Yokufunda yoku-1: Inqwelomoya kaNeo : Level 6: Book 1 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-7 Incwadi Yokufunda yoku-1: Ngubani incutshe? : Level 7: Book 1 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yoku-1: Indlela eya esikolweni : Level 5: Book 1 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-7 Incwadi Yokufunda yesi-8: USuku lweNtwasahlobo : Level 7: Book 8 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-7 Incwadi Yokufunda yesi-9: Ukulungisa kubalulekile : Level 7: Book 9 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-6 Incwadi Yokufunda yesi-2: Utyelelo eakhwariyam : Level 6: Book 2 : Grade 2
R 64.00