
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-10: Baya eMnandi: Level 1: Book 10: Grade 1: Learner's Book
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-10: Baya eMnandi: Level 1: Book 10: Grade 1: Learner's Book (Xhosa, Paperback)
R 47.00
Loot · checked 2 days ago
- Average
- R 34.00
- Lowest seen
- R 33.00
- Highest seen
- R 47.00
- Last change
- R 13.00
- First indexed
- 30 Jul 2022
- Retailer
- Loot
Description
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Similar products

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-16: Bayavuya ebuyile: Level 1: Book 16: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yoku-1: ULulu uze nodumo: Level 1: Book 1: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-5: Bacoca isikolo: Level 1: Book 5: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-9: UNina udlala ibhola!: Level 1: Book 9: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-3: UNina uyagula: Level 1: Book 3: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-8: Epikinikini: Level 1: Book 8: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-6: Ivenkile kaNeo noNina: Level 1: Book 6: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-4: Masizobe: Level 1: Book 4: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-7: Ndingakwazi!: Level 1: Book 7: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yoku-1: Isothuso sikaNeo: Level 1: Book 1: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-11: Ikonsathi yasesikolweni: Level 1: Book 11: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yesi-4: Uloyiko ebumnyameni: Level 1: Book 4: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00