Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-12: Ngasedameni: Level 1: Book 12: Grade 1: Learner's Book

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-12: Ngasedameni: Level 1: Book 12: Grade 1: Learner's Book

Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-12: Ngasedameni: Level 1: Book 12: Grade 1: Learner's Book (Xhosa, Paperback)

R 47.00

Loot · checked Today

View at Loot
Average
R 48.00
Lowest seen
R 33.00
Highest seen
R 48.00
Last change
-R 1.00
First indexed
30 Jul 2022
Retailer
Loot

Description

Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.

Similar products