
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-5: Bacoca isikolo: Level 1: Book 5: Grade 1: Learner's Book
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-5: Bacoca isikolo: Level 1: Book 5: Grade 1: Learner's Book (Xhosa, Paperback)
R 47.00
Loot · checked 27 Sep 2026
- Average
- R 34.00
- Lowest seen
- R 33.00
- Highest seen
- R 47.00
- Last change
- R 13.00
- First indexed
- 30 Jul 2022
- Retailer
- Loot
Description
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula. Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Similar products

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-6: Ivenkile kaNeo noNina: Level 1: Book 6: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yesi-4: Uloyiko ebumnyameni: Level 1: Book 4: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-2: Usindise ikati: Level 1: Book 2: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-13: Siyatyelela: Level 1: Book 13: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-5: Sonwaba ngengoma: Level 3: Book 5: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-4 Incwadi Yokufunda yesi-5: Intetho kaNina: Level 4: Book 5: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-12: Ngasedameni: Level 1: Book 12: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-14: Masiye epakini!: Level 1: Book 14: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-15: Vuka vilavoco!: Level 1: Book 15: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yesi-8: Epikinikini: Level 1: Book 8: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda ye-11: Ikonsathi yasesikolweni: Level 1: Book 11: Grade 1: Learner's Book
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba loku-1 Incwadi Yokufunda yoku-1: ULulu uze nodumo: Level 1: Book 1: Grade 1: Learner's Book
R 47.00