
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-4: Yintlutha yodwa! : Level 5: Book 4 : Grade 2
Yintlutha yodwa!
R 64.00
Takealot · checked Today
- Average
- R 64.00
- Lowest seen
- R 64.00
- Highest seen
- R 64.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 13 Sep 2026
- Retailer
- Takealot
Description
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu.
Le yinkqubo ekhethekileyo yokuphuhlisa isakhono sokufunda kuba iqulunqwe ziingcaphephe eziphume izandla kulwimi lwesiXhosa kwaye imiliselwe ngokungathandabuzekiyo kwizithethe zesiNtu. Lenkqubo izibalula ncakasana ngabalinganiswa abakhethekileyo baseMzantsi Afrika kwiimeko eziqhelekileyo zokuphila. Oku kujoliswe ekuvuseleleni umdla wokufunda kubafundi bakho. Abafundi bathi babenakho ukwakha unxibelelwano oluluqilima namabali, nto ke leyo eyenza ukuba bakonwabele, bakuthakazelele ukufunda beselula.
Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Ikwafumaneka ngolwimi lwesiBhulu. IsiZulu neSipedi kwinqanaba lolwimi lwasekhaya. Lenkqubo ikwafumeneka ngolwimi lwesiNgesi ulwimi lokuqala olongezelelweyo.
Similar products

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-3 Incwadi Yokufunda yesi-4: Ulahlekile uNewton: Level 3: Book 4: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda yoku-1: UNewton uyatotaba: Level 2: Book 1: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda ye-10: Siyancedisa ekhaya: Level 2: Book 10: Grade 1
R 47.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-2 Incwadi Yokufunda ye-11: Amabhaso okutya okunempilo: Level 2: Book 11: Grade 1
R 47.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-5: Ubuncwane bemarike : Level 5: Book 5 : Grade 2
R 64.00

Loot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba labaqalayo Incwadi Yokufunda yoku-1: Isothuso sikaNeo: Level 1: Book 1: Grade R - 1: Learner's Book
R 37.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-2: Uyawabetha amagubu : Level 5: Book 2 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-8: Izilwanyana esizithandayo : Level 5: Book 8 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-7: Zigcine usempilweni : Level 5: Book 7 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-3: Ukhuphiswano lwentwasahlobo : Level 5: Book 3 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-5 Incwadi Yokufunda yesi-6: Iimpuku ezingcothozayo : Level 5: Book 6 : Grade 2
R 64.00

Takealot
Vuma IsiXhosa Home Language Inqanaba lesi-6 Incwadi Yokufunda yesi-5: Ujingi qhiwu : Level 6: Book 5 : Grade 2
R 64.00