Reading is Easy: Izinto ezili-10 ekufuneka uzazile: Imozulu egqithisileyo e-Afrika: Grade 6

Reading is Easy: Izinto ezili-10 ekufuneka uzazile: Imozulu egqithisileyo e-Afrika: Grade 6

Reading is Easy: Izinto ezili-10 ekufuneka uzazile: Imozulu egqithisileyo e-Afrika: Grade 6 (Xhosa, Paperback)

R 130.00

Loot · checked 21 days ago

View at Loot
Average
R 130.00
Lowest seen
R 130.00
Highest seen
R 130.00
Last change
R 0.00
First indexed
27 Sep 2026
Retailer
Loot

Description

Le ncwadi isifundisa ngemo yezulu, izinto ezithi zenzeke kutshintsho lwemozulu. Ikwasinika iingcebiso ukuzama ukumelana nezo meko zemozulu. Isicacisela ngezantyala ntyala ezitshabalalisayo, Imbalela, imimoya enamandla, kuthi kubekho izinto ezifana nenkanyamba ethi itshabalalise apho ithe yafika khona. Ingqele eyoyikekayo.

Kuye kunyanzeleke ukuba uqiniseke ukuba izinto ozinxibileyo azikhululeki lula, izihlangu ozinxibileyo azityibiliki xa kukho umkhenkce. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.

Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products