Reading is Easy: Unyawo olubuhlungu: Grade 6

Reading is Easy: Unyawo olubuhlungu: Grade 6

Reading is Easy: Unyawo olubuhlungu: Grade 6 (Xhosa, Paperback)

R 130.00

Loot ยท checked 18 days ago

View at Loot
Average
R 130.00
Lowest seen
R 130.00
Highest seen
R 130.00
Last change
R 0.00
First indexed
26 Sep 2026
Retailer
Loot

Description

Libali elingenkwenkwana enguMila eyayisalusa isikhukukazi sakowabo. Ngenye intsasa ufika isikhukukazi singekho ehokweni. Nanko esiya kuxelela unina ukuba isikhukukazi asikho. Ukhubeka emtshayelweni awe akruneke iqatha. Ubotshwa ngunina eqatheni apho. Akakwazi kuya kwizihlobo zakhe, zona zize kumbona. Zadlala ibhola apha ecaleni kwakhe omnye wawela emlenzeni kaMila, wakhala.

Waphuma unina akuva isikhalo. Uthatha indlu yesikhukukazi afake umlenze owenzakeleyo kaMila ukuwusindisa. Kanti nesikhukukazi asilahlekanga koko sivulelwe ngumalume. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.

Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products