Reading is Easy: Umceli-mngeni wobugcisa nenkcubeko: Grade 6
Reading is Easy: Umceli-mngeni wobugcisa nenkcubeko: Grade 6 (Xhosa, Paperback)
R 130.00
Loot · checked 19 days ago
- Average
- R 130.00
- Lowest seen
- R 130.00
- Highest seen
- R 130.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 28 Sep 2026
- Retailer
- Loot
Description
UHlelo noKhanya abahlobo benene. UHlelo ukhathazekile kuba umama wakhe uye eJamani elixa notitshala wakhe wobugcisa emkile ukuya eMpuma-Koloni. Umdla wakhe kwezobugcisa uvuseleleke kwakufika utitshalakazi omtsha wezobugcisa esikolweni sakhe onguNomsa Radebe. UHlelo wamthanda kakhulu utitshalakazi wakhe omtsha wezobugcisa de waqhuba nomzobo wakhe wokungenelela kwezokhuphiswano lwezobugcisa.
Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.
Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products

Loot
Reading is Easy: Plesierperd: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Ihashe legolide: Grade 6
R 130.00

Loot
Reading is Easy: Verlore hart: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Stille desperaatheid: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Unyawo olubuhlungu: Grade 6
R 130.00

Loot
Reading is Easy: Umqolomba wolwandle: Grade 6
R 130.00

Loot
Reading is Easy: Die kuikendiewe: Grade 4 - 6
R 171.00

Loot
Reading is Easy: Meetkunde om ons: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 4 - 6
R 166.00

Loot
Reading is Easy: Die dertiende uur: Grade 4 - 6
R 166.00

Loot
Reading is Easy: Saam maak ons dit: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Tumelo se spesiale mieliepitte: Grade 6
R 114.00