Reading is Easy: Akakho yedwa: Grade 5

Reading is Easy: Akakho yedwa: Grade 5

Reading is Easy: Akakho yedwa: Grade 5 (Xhosa, Paperback)

R 119.00

Loot ยท checked 15 days ago

View at Loot
Average
R 119.00
Lowest seen
R 119.00
Highest seen
R 119.00
Last change
R 0.00
First indexed
26 Sep 2026
Retailer
Loot

Description

Kuthethwa ngocalulo ngokobuhlanga obe luqhubeka ngaphambili kodwa ngoku izinto zitshintshile lixesha ledemokrasi. Kuyachazwa ukuba alukapheli kodwa kuba abantu ngoku bacalulwa ngokuba nentsholongwane uGawulayo. Sixhotyiswa ngolwazi ngesandulela-Gawulayo noGawulayo. Kuchatshazelwa ukuba abantu basasoyika esi sifo nangona benolwazi ngaso.

Kukhuthazwa intsebenziswano enkulu ukunqanda ukunwenwa nokusasazeka kwesandulela-Gawulayo nogawulayo. Kukhuthazwa kwakhona ukuba sithethe ngaso sixhobisane ukuze oko kube lulutho eluntwini jikelele kuba sichaphazela kakhulu ubomi bethu sonke ngokukodwa abantwana.

Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products