Reading is Easy: Izibane ezikhanyisayo: Grade 5

Reading is Easy: Izibane ezikhanyisayo: Grade 5

Reading is Easy: Izibane ezikhanyisayo: Grade 5 (Xhosa, Paperback)

R 119.00

Loot ยท checked 21 days ago

View at Loot
Average
R 119.00
Lowest seen
R 119.00
Highest seen
R 119.00
Last change
R 0.00
First indexed
26 Sep 2026
Retailer
Loot

Description

Ibali lingoNombini oyimbaleki ebalaseleyo esikolweni. Waye ekwafuna ukuba ngumdlali weqonga kwelinye icala adlale indima kaSamkelo, intombazana eneenwele ezinde ezibhabhayo nelizwi elimnandi lokucula. Iphupha lakhe yayikukukhethelwa kwesi sikhundla ukuze adlale le ndima. Ngelishwa yafunyanwa ngumhlobo wakhe, uMandisa. Wakhala kakhulu ekhathazekile ngenene. URisi omnye umhlobo wakhe wamthuthuzela emxolisa.

Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.

Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products