Reading is Easy: Izibane ezikhanyisayo : Grade 5
Umondli-lusapho
R 115.00
Takealot · checked 10 days ago
2 offers · 2 retailers
Best price PriceFind tracks
No other tracked retailer beats this price. Compare every offer
- Average
- R 115.00
- Lowest seen
- R 115.00
- Highest seen
- R 115.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 21 Oct 2026
- Retailer
- Takealot
Description
Ibali lingoNombini oyimbaleki ebalaseleyo esikolweni. Waye ekwafuna ukuba ngumdlali weqonga kwelinye icala adlale indima kaSamkelo, intombazana eneenwele ezinde ezibhabhayo nelizwi elimnandi lokucula. Iphupha lakhe yayikukukhethelwa kwesi sikhundla ukuze adlale le ndima.
Ibali lingoNombini oyimbaleki ebalaseleyo esikolweni. Waye ekwafuna ukuba ngumdlali weqonga kwelinye icala adlale indima kaSamkelo, intombazana eneenwele ezinde ezibhabhayo nelizwi elimnandi lokucula. Iphupha lakhe yayikukukhethelwa kwesi sikhundla ukuze adlale le ndima. Ngelishwa yafunyanwa ngumhlobo wakhe, uMandisa. Wakhala kakhulu ekhathazekile ngenene. URisi omnye umhlobo wakhe wamthuthuzela emxolisa.
Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.
Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products

Loot
Reading is Easy: Akakho yedwa: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Morutabana yo mosha wa botaki: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Plesierperd: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Charlieboy: Grade 7 - 9
R 207.00

Loot
Reading is Easy: Drie lewenslesse: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Umqolomba wolwandle: Grade 6
R 130.00

Loot
Reading is Easy: Stille desperaatheid: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Verlore hart: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Iintonga zeqakamba!: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Unyawo olubuhlungu: Grade 6
R 130.00