Reading is Easy: Akakho yedwa : Grade 5
Akakho yedwa
R 115.00
Takealot · checked 10 days ago
2 offers · 2 retailers
Best price PriceFind tracks
No other tracked retailer beats this price. Compare every offer
- Average
- R 115.00
- Lowest seen
- R 115.00
- Highest seen
- R 115.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 21 Oct 2026
- Retailer
- Takealot
Description
Kuthethwa ngocalulo ngokobuhlanga obe luqhubeka ngaphambili kodwa ngoku izinto zitshintshile lixesha ledemokrasi. Kuyachazwa ukuba alukapheli kodwa kuba abantu ngoku bacalulwa ngokuba nentsholongwane uGawulayo. Sixhotyiswa ngolwazi ngesandulela-Gawulayo noGawulayo.
Kuthethwa ngocalulo ngokobuhlanga obe luqhubeka ngaphambili kodwa ngoku izinto zitshintshile lixesha ledemokrasi. Kuyachazwa ukuba alukapheli kodwa kuba abantu ngoku bacalulwa ngokuba nentsholongwane uGawulayo. Sixhotyiswa ngolwazi ngesandulela-Gawulayo noGawulayo. Kuchatshazelwa ukuba abantu basasoyika esi sifo nangona benolwazi ngaso.
Kukhuthazwa intsebenziswano enkulu ukunqanda ukunwenwa nokusasazeka kwesandulela-Gawulayo nogawulayo. Kukhuthazwa kwakhona ukuba sithethe ngaso sixhobisane ukuze oko kube lulutho eluntwini jikelele kuba sichaphazela kakhulu ubomi bethu sonke ngokukodwa abantwana.
Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products

Loot
Reading is Easy: Izibane ezikhanyisayo: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Morutabana yo mosha wa botaki: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Plesierperd: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Charlieboy: Grade 7 - 9
R 207.00

Loot
Reading is Easy: Drie lewenslesse: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Umqolomba wolwandle: Grade 6
R 130.00

Loot
Reading is Easy: Stille desperaatheid: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Verlore hart: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Iintonga zeqakamba!: Grade 4
R 109.00

Loot
Reading is Easy: Unyawo olubuhlungu: Grade 6
R 130.00