Reading is Easy: Amabali amabini anesiqalo esinye : Grade 5

Reading is Easy: Amabali amabini anesiqalo esinye : Grade 5

Amabali amabini anesiqalo esinye

R 115.00

Takealot ยท checked 10 days ago

View at Takealot
Average
R 115.00
Lowest seen
R 115.00
Highest seen
R 115.00
Last change
R 0.00
First indexed
21 Oct 2026
Retailer
Takealot

Description

Ingamabali amabini anesiqalo esifanayo kodwa iziphelo zahlukene. Elinye lingoDuba ohlala noyise namanye amalungu osapho. Bebengabazingeli de bagqiba ukuba bafudukele kwithafa elinezilwanyana zokuzingela. Luhambo olude kunene ukuya apho kuloo ndawo.
Ingamabali amabini anesiqalo esifanayo kodwa iziphelo zahlukene. Elinye lingoDuba ohlala noyise namanye amalungu osapho. Bebengabazingeli de bagqiba ukuba bafudukele kwithafa elinezilwanyana zokuzingela. Luhambo olude kunene ukuya apho kuloo ndawo. Kwanyanzeleka baphumle endaweni ekufuphi namanzi emva kokuhamba uhambo olude kunene kungekho siqabu. Kwathi kanti yindawo ekufuphi nolwandle. Bahlala apho unaphakade. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products