Reading is Easy: Njengokusebeza : Grade 5

Reading is Easy: Njengokusebeza : Grade 5

Njengokusebeza

R 115.00

Takealot · checked 10 days ago

View at Takealot

2 offers · 2 retailers

Best price PriceFind tracks

No other tracked retailer beats this price. Compare every offer

Average
R 115.00
Lowest seen
R 115.00
Highest seen
R 115.00
Last change
R 0.00
First indexed
21 Oct 2026
Retailer
Takealot

Each price is from PriceFind's last check of that retailer. Follow the link for the live price.

Description

Kuchatshazelwa ukuba ukufa yinto eyenzeka kuye wonke umntu nokuba siyathanda okanye asithandi sonke siza kufa. Kugxininiswa kakhulu ukuba ukufa yinxalenye yobomi bethu bemihla ngemihla kude kube phakade.
Kuchatshazelwa ukuba ukufa yinto eyenzeka kuye wonke umntu nokuba siyathanda okanye asithandi sonke siza kufa. Kugxininiswa kakhulu ukuba ukufa yinxalenye yobomi bethu bemihla ngemihla kude kube phakade. Kukhankanywa kakhulu abantu abafa ngenxa kagawulayo, kuxelwa ukuba baninzi abantu abasweleka ngolu hlobo. Iyavezwa nento yokuba uninzi lwabantu aluthethi ngokukhululekileyo ngokufa kuba lukoyika ukufa. Kuvezwa nento yokuba abanye bashiya imiyolelo, omnye uvakala ngokuthetha uba sele eza kusweleka. Kutyhilwa nento yokuba kwisiko lamaZulu lisiko ukuba umntu oswelekayo acele isibindi esiphekiweyo ukuba asitye. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products