Reading is Easy: UKoro woyisa uBhube ingonyama : Grade 5
UKoro woyisa uXaan ingonyama
R 115.00
Takealot ยท checked 10 days ago
- Average
- R 115.00
- Lowest seen
- R 115.00
- Highest seen
- R 115.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 21 Oct 2026
- Retailer
- Takealot
Description
Ibali lingodyakalashe ohlakaniphe kakhulu ohlala kumathafa aseKaroo eNkulu nosapho lwakhe. Ukuhlakanipha oku wakufundela kuyise. Kwakunqabe imvula, ngoko banqule kuKhwa umoya wamanzi ukuba anise imvula kodwa zange ine tu. Kwanqaba amanzi nokutya kuloo mathafa.
Ibali lingodyakalashe ohlakaniphe kakhulu ohlala kumathafa aseKaroo eNkulu nosapho lwakhe. Ukuhlakanipha oku wakufundela kuyise. Kwakunqabe imvula, ngoko banqule kuKhwa umoya wamanzi ukuba anise imvula kodwa zange ine tu. Kwanqaba amanzi nokutya kuloo mathafa. UBhube uNgonyama wanesimbo sokutya amaxhoba abanjwe nguKoro nabanye yena angazingeli.
Yonke imihla xa bevela kuzingela bagoduka bediniwe kodwa inyamakazi abayibambileyo ityiwe nguNgonyama. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.
Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products

Loot
Reading is Easy: Akakho yedwa: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Izibane ezikhanyisayo: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5
R 104.00

Loot
Reading is Easy: Morutabana yo mosha wa botaki: Grade 5
R 119.00

Loot
Reading is Easy: Plesierperd: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Charlieboy: Grade 7 - 9
R 207.00

Loot
Reading is Easy: Drie lewenslesse: Grade 4
R 95.00

Loot
Reading is Easy: Verlore hart: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Stille desperaatheid: Grade 6
R 114.00

Loot
Reading is Easy: Unyawo olubuhlungu: Grade 6
R 130.00

Loot
Reading is Easy: Umqolomba wolwandle: Grade 6
R 130.00