
Reading is Easy: Ikati yaseRowerbay : Grade 5
Ikati yaseRowerbay
Takealot ยท checked 10 days ago
- Average
- R 115.00
- Lowest seen
- R 115.00
- Highest seen
- R 115.00
- Last change
- R 0.00
- First indexed
- 21 Oct 2026
- Retailer
- Takealot
Description
Libali elingo-Inam owashiywa ngabazali bakhe abaya eFransi kumalume wakhe uSipho nomalumekazi wakhe uMandisa. Waya kutyelela apho kwamalume nomhlobo wakhe wenene uDuma kuba wayengafuni ukuya yedwa. Indawo leyo yiRowerbay kwaye u-Inam waye engayithathele ngqalelo kangako.
Libali elingo-Inam owashiywa ngabazali bakhe abaya eFransi kumalume wakhe uSipho nomalumekazi wakhe uMandisa. Waya kutyelela apho kwamalume nomhlobo wakhe wenene uDuma kuba wayengafuni ukuya yedwa. Indawo leyo yiRowerbay kwaye u-Inam waye engayithathele ngqalelo kangako. Ude akhatshwe nguyise, ubona ikati kule ndawo oyika kakhulu. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.
Similar products

Loot
Reading is Easy: Izibane ezikhanyisayo: Grade 5

Loot
Reading is Easy: Akakho yedwa: Grade 5

Loot
Reading is Easy: Die nuwe kunsjuffrou: Grade 5

Loot
Reading is Easy: Braam se beloning: Grade 5

Loot
Reading is Easy: Morutabana yo mosha wa botaki: Grade 5

Loot
Reading is Easy: Plesierperd: Grade 6

Loot
Reading is Easy: Charlieboy: Grade 7 - 9

Loot
Reading is Easy: Drie lewenslesse: Grade 4

Loot
Reading is Easy: Verlore hart: Grade 6

Loot
Reading is Easy: Stille desperaatheid: Grade 6

Loot
Reading is Easy: Unyawo olubuhlungu: Grade 6

Loot