Reading is Easy: Ukoyisa emdlalweni webhola : Grade 5

Reading is Easy: Ukoyisa emdlalweni webhola : Grade 5

Ukoyisa emdlalweni webhola

R 115.00

Takealot · checked 10 days ago

View at Takealot

2 offers · 2 retailers

Best price PriceFind tracks

No other tracked retailer beats this price. Compare every offer

Average
R 115.00
Lowest seen
R 115.00
Highest seen
R 115.00
Last change
R 0.00
First indexed
21 Oct 2026
Retailer
Takealot

Each price is from PriceFind's last check of that retailer. Follow the link for the live price.

Description

Libali elingoMandla, uMonde noLunga ababemana bethunywa ngutitshala wabo uHenda okwangumqeqeshi webhola ukuba baye kulanda izixhobo zokudlala. Xa befika kwindawo ezihlala kuyo bafikela kunogada oboyikisileyo ngesithunzela esihlala apho kanti liqhinga lokuba bangamane besiya phaya kuba efihle okuthile. Libali elingoMandla, uMonde noLunga ababemana bethunywa ngutitshala wabo uHenda okwangumqeqeshi webhola ukuba baye kulanda izixhobo zokudlala. Xa befika kwindawo ezihlala kuyo bafikela kunogada oboyikisileyo ngesithunzela esihlala apho kanti liqhinga lokuba bangamane besiya phaya kuba efihle okuthile. Ngokuthanda izinto, aba bafundi baya ebusuku babhaqa amafudo amabini afihlwe apho xa bephuma gqi ngonogada ehamba nomntu beze kulanda amafudo lawo abiweyo.

Babavalela apho unogada nomhlobo wakhe, babiza amapolisa, babanjwa. Laa makhwenkwana anconywa kakhulu ngesenzo esihle kangaka sobuqhawe nobugorha. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi.

Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.

Similar products